Yeremiya 15:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “Ndikwenze udonga olunqatyisiweyo kwesi sizwana;+ yaye ngokuqinisekileyo siya kulwa nawe, kodwa asiyi kukoyisa.+ Kuba ndinawe, ukuze ndikusindise nokuze ndikuhlangule,”+ utsho uYehova. Roma 8:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Sithini na, ke ngoko, kwezi zinto? Ukuba uThixo ungakuthi, ngubani na oya kuba nxamnye nathi?+
20 “Ndikwenze udonga olunqatyisiweyo kwesi sizwana;+ yaye ngokuqinisekileyo siya kulwa nawe, kodwa asiyi kukoyisa.+ Kuba ndinawe, ukuze ndikusindise nokuze ndikuhlangule,”+ utsho uYehova.