Hezekile 22:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Wena ke, nyana womntu, uya kusigweba na,+ uya kusigweba na isixeko esinetyala legazi+ uze ngokuqinisekileyo usazise zonke izinto zaso ezicekisekayo?+ Malaki 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Kodwa ngubani na oya kuyinyamezela imini yokuza kwakhe,+ yaye ngubani na oya kuma xa ebonakala?+ Kuba uya kuba njengomlilo womsulungekisi+ nanjengesoda+ yomcoci weempahla.+
2 “Wena ke, nyana womntu, uya kusigweba na,+ uya kusigweba na isixeko esinetyala legazi+ uze ngokuqinisekileyo usazise zonke izinto zaso ezicekisekayo?+
2 “Kodwa ngubani na oya kuyinyamezela imini yokuza kwakhe,+ yaye ngubani na oya kuma xa ebonakala?+ Kuba uya kuba njengomlilo womsulungekisi+ nanjengesoda+ yomcoci weempahla.+