IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 21:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kwakukho negazi elimsulwa elininzi elaphalazwa+ nguManase, de wayizalisa iYerusalem ukusuka kwelinye icala kuse kwelinye, ngaphandle kwesono sakhe awamonisa ngaso uYuda ngokwenza okubi emehlweni kaYehova.+

  • Yeremiya 2:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Emibhinqweni yakho kufunyenwe amabala egazi lemiphefumlo+ yamahlwempu amsulwa.+ Andiwafumananga kwisenzo sokuqhekeza, kodwa akuyo yonke le.+

  • Hoseya 4:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kukho iziqalekiso+ nokuqhelisela inkohliso+ nokubulala,+ ukuba+ nokukrexeza,+ negazi liphalala liphalele.+

  • Mateyu 23:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 “Yerusalem, Yerusalem, mbulali wabaprofeti+ nomxulubi+ wabo bathunyelwa kuyo,+—kufuthi kangakanani na ndifuna ukuhlanganisela ndawonye abantwana bakho, ngendlela esithi isikhukukazi sihlanganisele ngayo ndawonye amantshontsho aso phantsi kwamaphiko aso!+ Kodwa anavuma.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share