Yeremiya 9:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko ke utsho uYehova wemikhosi ukuthi: “Yabona, ndiyabanyibilikisa, kwaye ndiya kubahlolisisa,+ kuba xa kungenjalo ndingenza njani ngenxa yentombi yabantu bam?+
7 Ngoko ke utsho uYehova wemikhosi ukuthi: “Yabona, ndiyabanyibilikisa, kwaye ndiya kubahlolisisa,+ kuba xa kungenjalo ndingenza njani ngenxa yentombi yabantu bam?+