Mateyu 21:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wathi kubo: “Kubhaliwe kwathiwa, ‘Indlu yam iya kubizwa ngokuba yindlu yomthandazo,’+ kodwa nina niyenza umqolomba wabaphangi.”+ Marko 11:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 kodwa wayefundisa esithi: “Akubhalwanga na kwathiwa, ‘Indlu yam iya kubizwa ngokuba yindlu yomthandazo+ yazo zonke iintlanga’?+ Kodwa niyenze umqolomba wabaphangi.”+ Luka 19:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 esithi kubo: “Kubhaliwe kwathiwa, ‘Indlu yam iya kuba yindlu yomthandazo,’+ kodwa nina niyenze umqolomba wabaphangi.”+
13 Wathi kubo: “Kubhaliwe kwathiwa, ‘Indlu yam iya kubizwa ngokuba yindlu yomthandazo,’+ kodwa nina niyenza umqolomba wabaphangi.”+
17 kodwa wayefundisa esithi: “Akubhalwanga na kwathiwa, ‘Indlu yam iya kubizwa ngokuba yindlu yomthandazo+ yazo zonke iintlanga’?+ Kodwa niyenze umqolomba wabaphangi.”+
46 esithi kubo: “Kubhaliwe kwathiwa, ‘Indlu yam iya kuba yindlu yomthandazo,’+ kodwa nina niyenze umqolomba wabaphangi.”+