Yeremiya 7:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngaba le ndlu ebizwe ngegama lam+ iye yaba ngumqolomba nje wabaphangi emehlweni enu?+ Yabonani, nam ndikubonile oko,” utsho uYehova.+ Marko 11:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 kodwa wayefundisa esithi: “Akubhalwanga na kwathiwa, ‘Indlu yam iya kubizwa ngokuba yindlu yomthandazo+ yazo zonke iintlanga’?+ Kodwa niyenze umqolomba wabaphangi.”+ Luka 19:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 esithi kubo: “Kubhaliwe kwathiwa, ‘Indlu yam iya kuba yindlu yomthandazo,’+ kodwa nina niyenze umqolomba wabaphangi.”+ Yohane 2:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Wathi kwabo babethengisa amahobe: “Zisuseni ezi zinto apha! Musani ukuyenza indlu yokurhweba+ indlu+ kaBawo!”
11 Ngaba le ndlu ebizwe ngegama lam+ iye yaba ngumqolomba nje wabaphangi emehlweni enu?+ Yabonani, nam ndikubonile oko,” utsho uYehova.+
17 kodwa wayefundisa esithi: “Akubhalwanga na kwathiwa, ‘Indlu yam iya kubizwa ngokuba yindlu yomthandazo+ yazo zonke iintlanga’?+ Kodwa niyenze umqolomba wabaphangi.”+
46 esithi kubo: “Kubhaliwe kwathiwa, ‘Indlu yam iya kuba yindlu yomthandazo,’+ kodwa nina niyenze umqolomba wabaphangi.”+
16 Wathi kwabo babethengisa amahobe: “Zisuseni ezi zinto apha! Musani ukuyenza indlu yokurhweba+ indlu+ kaBawo!”