Duteronomi 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kuba uYehova uThixo wakho ukusikelele kuzo zonke izenzo zesandla sakho.+ Uyakwazi ukuhamba kwakho utyhutyha le ntlango inkulu. Kule minyaka engamashumi amane+ uYehova uThixo wakho ebenawe. Akuswelanga nto.”’+ Nehemiya 9:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kwaye emini+ wabakhokela ngomqulu welifu, nangomqulu womlilo ebusuku,+ ukuba ibakhanyisele+ indlela abafanele bahambe ngayo.
7 Kuba uYehova uThixo wakho ukusikelele kuzo zonke izenzo zesandla sakho.+ Uyakwazi ukuhamba kwakho utyhutyha le ntlango inkulu. Kule minyaka engamashumi amane+ uYehova uThixo wakho ebenawe. Akuswelanga nto.”’+
12 Kwaye emini+ wabakhokela ngomqulu welifu, nangomqulu womlilo ebusuku,+ ukuba ibakhanyisele+ indlela abafanele bahambe ngayo.