Eksodus 14:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Wangena phakathi kweqela lamaYiputa neqela lamaSirayeli.+ Kweli icala waba lilifu elimnyama. Kweliya icala wakhanyisa ebusuku.+ Kwaye la maqela akazange asondelelane ubusuku bonke.
20 Wangena phakathi kweqela lamaYiputa neqela lamaSirayeli.+ Kweli icala waba lilifu elimnyama. Kweliya icala wakhanyisa ebusuku.+ Kwaye la maqela akazange asondelelane ubusuku bonke.