Yeremiya 5:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Zityhutyheni izitrato zaseYerusalem nibone, ngoku, nazi, nize nizifunele kwiindawo zayo zembutho enoba ninokufumana umntu kusini na,+ enoba kukho nabani na owenza okusesikweni,+ nabani na ofuna ukuthembeka,+ yaye ndiya kuyixolela. Hoseya 4:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Liveni ilizwi likaYehova, bonyana bakaSirayeli, kuba uYehova ubabek’ ityala abemi beli lizwe,+ kuba akukho nyaniso+ nabubele bothando nakwazi uThixo kweli lizwe.+ Mika 7:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Onyanisekileyo utshabalele emhlabeni, naphakathi koluntu akukho uthe tye.+ Bonke, balalele ukuphalaza igazi.+ Bayazingela, wonk’ ubani umntakwabo, ngomnatha orhuqwayo.+
5 Zityhutyheni izitrato zaseYerusalem nibone, ngoku, nazi, nize nizifunele kwiindawo zayo zembutho enoba ninokufumana umntu kusini na,+ enoba kukho nabani na owenza okusesikweni,+ nabani na ofuna ukuthembeka,+ yaye ndiya kuyixolela.
4 Liveni ilizwi likaYehova, bonyana bakaSirayeli, kuba uYehova ubabek’ ityala abemi beli lizwe,+ kuba akukho nyaniso+ nabubele bothando nakwazi uThixo kweli lizwe.+
2 Onyanisekileyo utshabalele emhlabeni, naphakathi koluntu akukho uthe tye.+ Bonke, balalele ukuphalaza igazi.+ Bayazingela, wonk’ ubani umntakwabo, ngomnatha orhuqwayo.+