IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 18:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Ekugqibeleni wathi: “Tarhu Yehova, ngamana akungevuthi ngumsindo,+ kodwa makhe ndithethe nje kube kanye:+ Masithi ke kufumaneke khona ishumi.” Wathi yena: “Andisayi kusonakalisa ngenxa yabo balishumi.”+

  • INdumiso 12:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ndisindise,+ Yehova, kuba lowo unyanisekileyo ufikelele esiphelweni;+

      Kuba abantu abathembekileyo bathe shwaka phakathi koonyana babantu.

  • INdumiso 14:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Bonke baphambukile,+ bonke bonakele ngokufanayo;+

      Akukho namnye owenza okulungileyo,+

      Nokuba abe mnye.+

  • Hezekile 22:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Abantu belizwe bona baye baqhubeka necebo lokuqhatha+ yaye baye bazixhwithela ekuphangeni,+ badlakazelisa oxhwalekileyo nolihlwempu,+ nomphambukeli bamqhatha ngokungekho sikweni.’+

  • Amosi 5:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 nina nijika okusesikweni kube ngumhlonyane,+ nabulahla ubulungisa emhlabeni.+

  • Mika 7:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Onyanisekileyo utshabalele emhlabeni, naphakathi koluntu akukho uthe tye.+ Bonke, balalele ukuphalaza igazi.+ Bayazingela, wonk’ ubani umntakwabo, ngomnatha orhuqwayo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share