Duteronomi 28:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Ke kothi ukuba uthe akwaliphulaphula ilizwi likaYehova uThixo wakho ukuba ukunyamekele ukuyenza yonke imiyalelo yakhe nemimiselo yakhe endikuyalela yona namhlanje, zize phezu kwakho ezi ziqalekiso zonke zikufumane:+ Duteronomi 32:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngoko wathi, ‘Mandibufihle ubuso bam kubo,+Ndibone ukuba baya kuphelela phi na.Ngokuba basisizukulwana esigwenxa,+Ngoonyana abangathembekanga.+
15 “Ke kothi ukuba uthe akwaliphulaphula ilizwi likaYehova uThixo wakho ukuba ukunyamekele ukuyenza yonke imiyalelo yakhe nemimiselo yakhe endikuyalela yona namhlanje, zize phezu kwakho ezi ziqalekiso zonke zikufumane:+
20 Ngoko wathi, ‘Mandibufihle ubuso bam kubo,+Ndibone ukuba baya kuphelela phi na.Ngokuba basisizukulwana esigwenxa,+Ngoonyana abangathembekanga.+