Yeremiya 19:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “‘“Ngoko ke, khangela! kuza imihla,” utsho uYehova, “xa le ndawo ingasayi kuphinda ibizwe ngokuba yiTofete+ nentlambo yonyana kaHinom,+ kodwa kuthiwe yintlambo yokubulala.
6 “‘“Ngoko ke, khangela! kuza imihla,” utsho uYehova, “xa le ndawo ingasayi kuphinda ibizwe ngokuba yiTofete+ nentlambo yonyana kaHinom,+ kodwa kuthiwe yintlambo yokubulala.