2 Kumkani 23:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 ITofete+ wayenza ayalufanelekela unqulo, leyo ingakwintlambo yoonyana bakaHinom,+ ukuze kungabikho bani udlulisa emlilweni+ kuMoleki+ unyana wakhe okanye intombi yakhe. Isaya 30:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Kuba iTofete yakhe+ imiswe ngolungelelwano ukususela kumaxesha akutshanje; ilungiselelwe ukumkani ngokwakhe.+ Uyenze yanzulu imfumba yayo. Kukho umlilo neenkuni ezininzi. Impefumlo kaYehova, njengomsinga wesalfure, iyayitshisa.+ Yeremiya 7:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 “‘Ngoko ke, khangela! kuza imihla,’ utsho uYehova, ‘xa kungayi kuphinda kuthiwe yiTofete nentlambo yoonyana bakaHinom, kodwa ibe yintlambo yokubulala;+ yaye kuya kufuneka bangcwabele eTofefe kuba kungekho ndawo yaneleyo.+
10 ITofete+ wayenza ayalufanelekela unqulo, leyo ingakwintlambo yoonyana bakaHinom,+ ukuze kungabikho bani udlulisa emlilweni+ kuMoleki+ unyana wakhe okanye intombi yakhe.
33 Kuba iTofete yakhe+ imiswe ngolungelelwano ukususela kumaxesha akutshanje; ilungiselelwe ukumkani ngokwakhe.+ Uyenze yanzulu imfumba yayo. Kukho umlilo neenkuni ezininzi. Impefumlo kaYehova, njengomsinga wesalfure, iyayitshisa.+
32 “‘Ngoko ke, khangela! kuza imihla,’ utsho uYehova, ‘xa kungayi kuphinda kuthiwe yiTofete nentlambo yoonyana bakaHinom, kodwa ibe yintlambo yokubulala;+ yaye kuya kufuneka bangcwabele eTofefe kuba kungekho ndawo yaneleyo.+