Yeremiya 5:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Zityhutyheni izitrato zaseYerusalem nibone, ngoku, nazi, nize nizifunele kwiindawo zayo zembutho enoba ninokufumana umntu kusini na,+ enoba kukho nabani na owenza okusesikweni,+ nabani na ofuna ukuthembeka,+ yaye ndiya kuyixolela. 2 Petros 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 UYehova akacothi ngokuphathelele isithembiso sakhe,+ njengoko abanye becinga njalo, kodwa unomonde kuni ngenxa yokuba akanqweneli ukuba kutshabalale nabani na kodwa unqwenela ukuba bonke bafikelele enguqukweni.+
5 Zityhutyheni izitrato zaseYerusalem nibone, ngoku, nazi, nize nizifunele kwiindawo zayo zembutho enoba ninokufumana umntu kusini na,+ enoba kukho nabani na owenza okusesikweni,+ nabani na ofuna ukuthembeka,+ yaye ndiya kuyixolela.
9 UYehova akacothi ngokuphathelele isithembiso sakhe,+ njengoko abanye becinga njalo, kodwa unomonde kuni ngenxa yokuba akanqweneli ukuba kutshabalale nabani na kodwa unqwenela ukuba bonke bafikelele enguqukweni.+