Hezekile 14:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “‘Okanye ukuba ndingadlulisa amarhamncwa enzakalisayo elizweni+ aze okunene alihluthe abantwana+ lize lona okunene libe yinkangala ephanzileyo kungabikho bani udlulayo kulo ngenxa yamarhamncwa lawo,+
15 “‘Okanye ukuba ndingadlulisa amarhamncwa enzakalisayo elizweni+ aze okunene alihluthe abantwana+ lize lona okunene libe yinkangala ephanzileyo kungabikho bani udlulayo kulo ngenxa yamarhamncwa lawo,+