Levitikus 26:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ndiya kuthumela amarhamncwa asendle phakathi kwenu,+ aya kuthi ngokuqinisekileyo anihluthe abantwana benu,+ aqwenge nezilwanyana zenu zasekhaya, alinciphise inani lenu, neendlela zenu ziphanziswe.+ 2 Kumkani 2:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ekugqibeleni wajika waza wawabona, wawaqalekisa+ egameni likaYehova. Kwandula ke kwaphuma iimazi zamabhere ezimbini+ phakathi kwemithi, zaqwenga kubo abantwana abangamashumi amane anesibini.+
22 Ndiya kuthumela amarhamncwa asendle phakathi kwenu,+ aya kuthi ngokuqinisekileyo anihluthe abantwana benu,+ aqwenge nezilwanyana zenu zasekhaya, alinciphise inani lenu, neendlela zenu ziphanziswe.+
24 Ekugqibeleni wajika waza wawabona, wawaqalekisa+ egameni likaYehova. Kwandula ke kwaphuma iimazi zamabhere ezimbini+ phakathi kwemithi, zaqwenga kubo abantwana abangamashumi amane anesibini.+