Isaya 42:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngubani na phakathi kwenu oya kukubekela indlebe oku? Ngubani na oya kunikela ingqalelo aze aphulaphulele amaxesha ezayo?+ Hoseya 14:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngubani na onobulumko, ukuze aziqonde ezi zinto?+ Ngubani na ingqondi, enokuzazi?+ Kuba iindlela zikaYehova zithe tye,+ yaye amalungisa aya kuhamba ngazo;+ kodwa abanxaxhayo baya kukhubeka kuzo.+
23 Ngubani na phakathi kwenu oya kukubekela indlebe oku? Ngubani na oya kunikela ingqalelo aze aphulaphulele amaxesha ezayo?+
9 Ngubani na onobulumko, ukuze aziqonde ezi zinto?+ Ngubani na ingqondi, enokuzazi?+ Kuba iindlela zikaYehova zithe tye,+ yaye amalungisa aya kuhamba ngazo;+ kodwa abanxaxhayo baya kukhubeka kuzo.+