IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INtshumayeli 12:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Bayayoyika into ephakamileyo, nasendleleni bayankwantya. Yaye umthi wom-amangile uthwala iintyatyambo,+ nentethe iyazirhuqa, lize ligqabhuke iqunube, ngenxa yokuba umntu ehamba esiya endlwini yakhe ehlala ihleli+ nabenza isijwili bejikeleza isitrato;+

  • Amosi 5:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 “Ngoko ke utsho uYehova uTHIXO wemikhosi, uYehova, ukuthi, ‘Kuya kubakho isijwili kuzo zonke iindawo zembutho,+ nasezitratweni zonke abantu baya kuthi: “Awu! Awu!” Kuya kufuneka babizele umlimi ekuzileni,+ nabo banamava esijwili ukuza kwenza isijwili.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share