1 Samuweli 7:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ukususela kumhla wokuhlala kweTyeya eKiriyati-yarim iintsuku zanda, kangangokuba zaba yiminyaka engamashumi amabini, kwaye yonke indlu kaSirayeli yenza isijwili emva kukaYehova.+ Isaya 29:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuya kufuneka ndiyixinanisele+ iAriyeli, yaye imele ibe kukuzila nokwenza isijwili,+ kwaye kum imele ibe njengeziko lesibingelelo sikaThixo.+ Mika 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngaloo mini kuya kwenziwa umzekeliso+ ngani yaye ngokuqinisekileyo kuya kwenziwa isijwili, isijwili kanye.+ Umntu uya kuthi: “Ngokuqinisekileyo siphangiwe!+ Sona kanye isahlulo sabantu bam uyasijika.+ Hayi indlela asishenxisa ngayo kum! Amasimi ethu uwabela ongathembekanga.”
2 Ukususela kumhla wokuhlala kweTyeya eKiriyati-yarim iintsuku zanda, kangangokuba zaba yiminyaka engamashumi amabini, kwaye yonke indlu kaSirayeli yenza isijwili emva kukaYehova.+
2 Kuya kufuneka ndiyixinanisele+ iAriyeli, yaye imele ibe kukuzila nokwenza isijwili,+ kwaye kum imele ibe njengeziko lesibingelelo sikaThixo.+
4 Ngaloo mini kuya kwenziwa umzekeliso+ ngani yaye ngokuqinisekileyo kuya kwenziwa isijwili, isijwili kanye.+ Umntu uya kuthi: “Ngokuqinisekileyo siphangiwe!+ Sona kanye isahlulo sabantu bam uyasijika.+ Hayi indlela asishenxisa ngayo kum! Amasimi ethu uwabela ongathembekanga.”