Isaya 9:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ekuvutheni komsindo kaYehova wemikhosi ilizwe litshile, yaye abantu baya kudliwa ngumlilo.+ Akukho bani uya kubonisa imfesane kwanakumntakwabo.+ Yeremiya 15:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kwaye ndiza kubudlulisela kwilizwe ongalaziyo kunye neentshaba zakho.+ Kuba kuphenjwe umlilo ngomsindo wam.+ Uphenjwe nxamnye nani.” Yeremiya 17:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kwaye uyaliyeka, ngokuzithandela kwakho, ilifa endakunika lona.+ Ngoko ke ndiza kukwenza ukhonze iintshaba zakho kwilizwe ongalazanga;+ kuba niye naphenjwa njengomlilo ngomsindo wam.+ Uya kuhlala uphenjiwe ukusa kwixesha elingenammiselo.” Zefaniya 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Yithi cwaka phambi kweNkosi enguMongami uYehova;+ kuba imini kaYehova ikufuphi,+ kuba uYehova uwulungisile umbingelelo;+ ubangcwalisile+ abamenyiweyo bakhe.
19 Ekuvutheni komsindo kaYehova wemikhosi ilizwe litshile, yaye abantu baya kudliwa ngumlilo.+ Akukho bani uya kubonisa imfesane kwanakumntakwabo.+
14 Kwaye ndiza kubudlulisela kwilizwe ongalaziyo kunye neentshaba zakho.+ Kuba kuphenjwe umlilo ngomsindo wam.+ Uphenjwe nxamnye nani.”
4 Kwaye uyaliyeka, ngokuzithandela kwakho, ilifa endakunika lona.+ Ngoko ke ndiza kukwenza ukhonze iintshaba zakho kwilizwe ongalazanga;+ kuba niye naphenjwa njengomlilo ngomsindo wam.+ Uya kuhlala uphenjiwe ukusa kwixesha elingenammiselo.”
7 Yithi cwaka phambi kweNkosi enguMongami uYehova;+ kuba imini kaYehova ikufuphi,+ kuba uYehova uwulungisile umbingelelo;+ ubangcwalisile+ abamenyiweyo bakhe.