2 Kumkani 24:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngemihla yakhe kwenyuka uNebhukadenetsare+ ukumkani waseBhabhiloni, yaye uYehoyakim waba ngumkhonzi wakhe+ iminyaka emithathu. Noko ke, wajika waza wamvukela. 2 Kronike 36:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngaphezu koko, ukumkani+ waseYiputa wenza uEliyakim+ umtakwabo ukumkani kwaYuda naseYerusalem walitshintsha igama lakhe languYehoyakim; kodwa umtakwabo uYehowahazi, uNeko+ wamthabatha waza wamsa eYiputa.+ Yeremiya 25:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Lilo eli ilizwi elafikayo kuYeremiya ngokuphathelele bonke abantu bakwaYuda ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, oko kukuthi, unyaka wokuqala kaNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni;
24 Ngemihla yakhe kwenyuka uNebhukadenetsare+ ukumkani waseBhabhiloni, yaye uYehoyakim waba ngumkhonzi wakhe+ iminyaka emithathu. Noko ke, wajika waza wamvukela.
4 Ngaphezu koko, ukumkani+ waseYiputa wenza uEliyakim+ umtakwabo ukumkani kwaYuda naseYerusalem walitshintsha igama lakhe languYehoyakim; kodwa umtakwabo uYehowahazi, uNeko+ wamthabatha waza wamsa eYiputa.+
25 Lilo eli ilizwi elafikayo kuYeremiya ngokuphathelele bonke abantu bakwaYuda ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, oko kukuthi, unyaka wokuqala kaNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni;