IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yoshuwa 3:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Emva koko uYoshuwa wathi: “Ngako oko niya kwazi ukuba uThixo ophilayo uphakathi kwenu,+ nokuthi uya kuwagxotha phambi kwenu amaKanan namaHiti namaHivi namaPerizi namaGirgashi nama-Amori namaYebhusi.+

  • Daniyeli 6:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Ndiyalela+ ukuba bonke abaphantsi kolawulo lobukumkani bam, bamngcangcazelele, bamoyike uTHIXO kaDaniyeli.+ Kuba unguTHIXO ophilayo nohlala ukusa kumaxesha angenammiselo,+ yaye ubukumkani bakhe+ bobo bungayi konakaliswa,+ nolawulo lwakhe lolukanaphakade.+

  • Yohane 6:57
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 57 Kanye njengoko uBawo ophilayo+ endithumile yaye nam ndiphila ngenxa kaBawo, nalowo undityayo, uya kuphila ngenxa yam.+

  • 2 Korinte 6:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Yaye inakuvisisana kuni na itempile kaThixo nezithixo?+ Kuba siyitempile+ kaThixo ophilayo; kanye njengoko uThixo wathi: “Ndiya kuhlala phakathi kwabo,+ ndihambe phakathi kwabo, ndibe nguThixo wabo, bona babe ngabantu bam.”+

  • 1 Tesalonika 1:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kuba seyingabo abahamba bechaza ngotyelelo lwethu lokuqala phakathi kwenu nokulahla kwenu izithixo+ niguqukela kuThixo, ukuze nibe ngamakhoboka oThixo ophilayo+ noyinyaniso,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share