IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 5:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Kuba ngubani na enyameni yonke owakha waliva ilizwi likaThixo ophilayo+ lithetha phakathi komlilo njengathi waza waqhubeka ephila?

  • INdumiso 90:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 Ngaphambi kokuba neentaba zizalwe,+

      Okanye uzise ngokungathi kungenimba umhlaba+ nelizwe elinemveliso,+

      Ukususela kwixesha elingenammiselo ukusa kwixesha elingenammiselo wena unguThixo.+

  • Daniyeli 4:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 “Emva kwaloo mihla,+ mna Nebhukadenetsare, ndawaphakamisela emazulwini amehlo am,+ ndaza ndabuyela ezingqondweni; ndambonga Oyena Uphakamileyo,+ ndamdumisa Lowo uphilayo ukusa kwixesha elingenammiselo, ndamzukisa,+ ngenxa yokuba ulawulo lwakhe lulawulo lwexesha elingenammiselo nobukumkani bakhe bukwizizukulwana ngezizukulwana.+

  • 1 Petros 1:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Kuba niye nazalwa ngokutsha,+ kungekhona ngembewu enokonakala,+ kodwa ngengenakonakala+ enemveliso,+ ngalo ilizwi+ likaThixo ophilayo nohlala ekho.+

  • ISityhilelo 4:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Xa sukuba izidalwa eziphilayo zinikela uzuko nembeko nombulelo+ kuLowo uhleli etroneni,+ Lowo uphila ngonaphakade kanaphakade,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share