11 Ngokuqinisekileyo uYehova uya kuvakalisa ilizwi lakhe+ phambi komkhosi wakhe wamajoni,+ kuba inkampu yakhe inkulu kakhulu.+ Kuba lowo uphumeza ilizwi lakhe unamandla; kuba imini kaYehova inkulu+ yaye iyoyikeka kakhulu, ngubani na onokumelana nayo?”+