IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 30:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Awu! Kuba ngumhla omkhulu lowo,+ kangangokuba awukho omnye onjengawo,+ kwaye lixesha lokubandezeleka kuYakobi.+ Kodwa uya kusindiswa kuko.”

  • Amosi 5:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 “‘Yeha abo banqwenela imini kaYehova!+ Iya kuthetha ntoni na, ke, imini kaYehova kuni?+ Iya kuba bubumnyama, kungabikho kukhanya,+

  • Zefaniya 1:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Loo mini yimini yokuvutha komsindo, imini yokubandezeleka neyokungcungcutheka,+ imini yesaqhwithi neyesiphanziso, imini yobumnyama neyesithokothoko,+ imini yamafu nesithokothoko,

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share