Yeremiya 1:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kuba ‘yabona, ndibiza zonke iintsapho zezikumkani zasemntla,’ utsho uYehova;+ ‘yaye ngokuqinisekileyo ziya kuza zibeke nganye itrone yayo emasangweni aseYerusalem,+ nasezindongeni zayo zonke eziyijikelezileyo nasezixekweni zonke zakwaYuda.+ Yeremiya 4:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Phakamisani umqondiso ngaseZiyon. Yenzani ilungiselelo lekhusi. Musani ukuma ngxi.” Kuba ndizisa intlekele ivela ngasemntla,+ ukuwa okukhulu. Yeremiya 6:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Utsho uYehova ukuthi: “Khangela! Kuya kuphuma isizwana kwilizwe lasemntla, kuvuswe uhlanga olukhulu luvela kweyona mimandla ithe qelele yomhlaba.+ Habhakuki 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba uyabona ndinyusa amaKhaledi,+ uhlanga olunobukrakra noludyuduzelayo, oluya kwiindawo ezibanzi zomhlaba ukuze luzidle ilifa iindawo zokuhlala ezingezozalo.+
15 Kuba ‘yabona, ndibiza zonke iintsapho zezikumkani zasemntla,’ utsho uYehova;+ ‘yaye ngokuqinisekileyo ziya kuza zibeke nganye itrone yayo emasangweni aseYerusalem,+ nasezindongeni zayo zonke eziyijikelezileyo nasezixekweni zonke zakwaYuda.+
6 Phakamisani umqondiso ngaseZiyon. Yenzani ilungiselelo lekhusi. Musani ukuma ngxi.” Kuba ndizisa intlekele ivela ngasemntla,+ ukuwa okukhulu.
22 Utsho uYehova ukuthi: “Khangela! Kuya kuphuma isizwana kwilizwe lasemntla, kuvuswe uhlanga olukhulu luvela kweyona mimandla ithe qelele yomhlaba.+
6 Kuba uyabona ndinyusa amaKhaledi,+ uhlanga olunobukrakra noludyuduzelayo, oluya kwiindawo ezibanzi zomhlaba ukuze luzidle ilifa iindawo zokuhlala ezingezozalo.+