Yeremiya 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Waza uYehova wahlabela mgama wathi kum: “Musa ukuthi, ‘Ndiyinkwenkwe nje.’ Kodwa ufanele uye kubo bonke abo ndiya kukuthuma kubo; kwaye ufanele uthethe yonk’ into endiya kukuyalela yona.+
7 Waza uYehova wahlabela mgama wathi kum: “Musa ukuthi, ‘Ndiyinkwenkwe nje.’ Kodwa ufanele uye kubo bonke abo ndiya kukuthuma kubo; kwaye ufanele uthethe yonk’ into endiya kukuyalela yona.+