21 Ngoko ke banikele endlaleni oonyana babo,+ yaye badlulisele emandleni ekrele;+ ngamana abafazi babo bangaba ngabafazi abahluthwe abantwana, nabahlolokazi.+ Ngamana amadoda abo angabulawa sisibetho esibulalayo, abafana babo baxatyelwe ngekrele edabini.+