Isaya 29:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yaye uYehova uthi: “Ngenxa yokuba esi sizwana sisondele kum ngomlomo waso, sandizukisa nje ngemilebe yaso,+ kodwa intliziyo yaso ikude lee kum,+ nokundoyika kwaso ngumyalelo wabantu ofundiswayo,+ Mateyu 15:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 ‘Esi sizwana sindibeka ngemilebe yaso, kanti intliziyo yaso ikude lee kum.+ Marko 7:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Wathi kubo: “UIsaya watyapha ukuprofeta ngani bahanahanisindini, njengoko kubhaliwe kwathiwa,+ ‘Esi sizwana sindibeka ngemilebe yaso, kodwa iintliziyo zaso zikude lee kum.+
13 Yaye uYehova uthi: “Ngenxa yokuba esi sizwana sisondele kum ngomlomo waso, sandizukisa nje ngemilebe yaso,+ kodwa intliziyo yaso ikude lee kum,+ nokundoyika kwaso ngumyalelo wabantu ofundiswayo,+
6 Wathi kubo: “UIsaya watyapha ukuprofeta ngani bahanahanisindini, njengoko kubhaliwe kwathiwa,+ ‘Esi sizwana sindibeka ngemilebe yaso, kodwa iintliziyo zaso zikude lee kum.+