Isaya 48:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 Yivani oku, ndlu kaYakobi, nina nizibiza ngegama likaSirayeli+ nabo baphume kuwo amanzi akwaYuda,+ nina bafunga ngegama likaYehova+ nabo bakhankanya uTHIXO kaSirayeli,+ kungekhona ngenyaniso nangobulungisa.+ Yeremiya 3:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 kwanangenxa yako konke oku udade wabo oliqhophololo, uYuda akabuyelanga kum ngentliziyo yakhe yonke,+ kuphela ngobuxoki,’+ utsho uYehova.” Yeremiya 5:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kwanokuba bangathi: “Ephila nje uYehova!” baya kuba bafunga ubuxoki ngokupheleleyo.+ Marko 7:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Wathi kubo: “UIsaya watyapha ukuprofeta ngani bahanahanisindini, njengoko kubhaliwe kwathiwa,+ ‘Esi sizwana sindibeka ngemilebe yaso, kodwa iintliziyo zaso zikude lee kum.+
48 Yivani oku, ndlu kaYakobi, nina nizibiza ngegama likaSirayeli+ nabo baphume kuwo amanzi akwaYuda,+ nina bafunga ngegama likaYehova+ nabo bakhankanya uTHIXO kaSirayeli,+ kungekhona ngenyaniso nangobulungisa.+
10 kwanangenxa yako konke oku udade wabo oliqhophololo, uYuda akabuyelanga kum ngentliziyo yakhe yonke,+ kuphela ngobuxoki,’+ utsho uYehova.”
6 Wathi kubo: “UIsaya watyapha ukuprofeta ngani bahanahanisindini, njengoko kubhaliwe kwathiwa,+ ‘Esi sizwana sindibeka ngemilebe yaso, kodwa iintliziyo zaso zikude lee kum.+