IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 20:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 “Owu Yehova, ndiyakubongoza, khawuncede ukhumbule+ ukuba ndiye ndahamba+ ngenyaniso+ phambi kwakho nangentliziyo epheleleyo,+ yaye okulungileyo emehlweni akho ndikwenzile.”+ Yaye uHezekiya walila kakhulu.+

  • 1 Kronike 29:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ndazi kakuhle, Thixo wam, ukuba ungumgocagoci wentliziyo,+ nokuba ukholiswa kokuthe tye.+ Ke mna, ngentliziyo ethe tye ndizinikele zonke ezi zinto ngokuzithandela, ndinandipha ukubona abantu bakho abakhoyo apha besenza iminikelo yokuzithandela kuwe.

  • INdumiso 17:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Uyigocagocile intliziyo yam, uyivelele ebusuku,+

      Undisulungekisile; uya kufumanisa ukuba andicebanga nto.+

      Umlomo wam awuyi kunxaxha.+

  • INdumiso 44:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ngaba uThixo akayi kukufuna oku?+

      Kuba uyaziqonda iimfihlelo zentliziyo.+

  • Yeremiya 11:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kodwa uYehova wemikhosi ugweba ngobulungisa;+ ugocagoca izintso nentliziyo.+ Owu ukuba nje ndingabona impindezelo yakho kubo, kuba ndisityhile kuwe isimangalo sam.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share