INdumiso 78:60 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 60 Yaye ekugqibeleni wawushiya umnquba waseShilo,+Intente awayehlala kuyo phakathi kwabantu basemhlabeni.+ Hoseya 9:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Bonke ububi bakhe babuseGiligali,+ kuba apho ndamthiya.+ Ngenxa yobubi bezenzo zakhe ndiya kumgxotha endlwini yam.+ Andiyi kuqhubeka ndimthanda.+ Zonke iinkosana zakhe ziyaqhubeka zineenkani.+ Luka 13:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Khangelani! Indlu yenu+ ishiyelwa kuni. Ndithi kuni, Anisayi kuze nindibone nide nithi, ‘Usikelelwe lowo uzayo egameni likaYehova!’”+
60 Yaye ekugqibeleni wawushiya umnquba waseShilo,+Intente awayehlala kuyo phakathi kwabantu basemhlabeni.+
15 “Bonke ububi bakhe babuseGiligali,+ kuba apho ndamthiya.+ Ngenxa yobubi bezenzo zakhe ndiya kumgxotha endlwini yam.+ Andiyi kuqhubeka ndimthanda.+ Zonke iinkosana zakhe ziyaqhubeka zineenkani.+
35 Khangelani! Indlu yenu+ ishiyelwa kuni. Ndithi kuni, Anisayi kuze nindibone nide nithi, ‘Usikelelwe lowo uzayo egameni likaYehova!’”+