IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 56:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Nonke nina zilwanyana zasendle, yizani nize nidle, nonke nina zilwanyana zasendle ezisehlathini.+

  • Yeremiya 7:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Kwaye izidumbu zesi sizwana zimele zibe kukutya kwezidalwa eziphaphazelayo zamazulu nokwamarhamncwa omhlaba, kungekho bani uwenza angcangcazele.+

  • Hezekile 39:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 “Wena ke, nyana womntu, itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Yithi kwiintaka zonke eziphaphazelayo nakuwo onke amarhamncwa asendle:+ “Ziqokeleleni ndawonye, nize. Zihlanganiseni ndawonye macala onke kumbingelelo wam, endinibingelela wona, umbingelelo omkhulu ezintabeni zakwaSirayeli.+ Kwaye ngokuqinisekileyo niya kudla inyama nize nisele igazi.+

  • ISityhilelo 19:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 ukuze nidle inyama+ yookumkani nenyama yabaphathi-mikhosi nenyama yabantu abomeleleyo+ nenyama yamahashe+ neyabakhweli bawo, nenyama yabo bonke, abakhululekileyo namakhoboka nabancinane nabakhulu.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share