IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 26:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Ndonichithachitha phakathi kweentlanga,+ ndikhuphe ikrele lam esingxotyeni salo emva kwenu;+ liphanziswe ilizwe lenu,+ nezixeko zenu zibe ngamanxuwa aphanzileyo.

  • Yeremiya 15:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kothi ke ukuba bangathi kuwe, ‘Siya kuphuma siye phi na?’ wena umele uthi kubo, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Nabani na ongowesibetho esibulalayo, makaye kwisibetho esibulalayo! Nabani na ongowekrele, makaye ekreleni! Nabani na ongowendlala, makaye endlaleni!+ Nabani na ongowokuthinjwa, makaye ekuthinjweni!”’+

  • Hezekile 14:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 “‘Okanye ukuba ndingazisa ikrele kwelo lizwe,+ ndize okunene ndithi: “Makudlule ikrele kweli lizwe,” ukuze okunene ndinqumle kulo umntu wasemhlabeni nesilwanyana sasekhaya,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share