Yeremiya 43:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Uya kufika alibethe ilizwe laseYiputa.+ Nabani na ofanelwe sisibetho esibulalayo uya kuba ngowesibetho esibulalayo, nabani na ofanelwe kukuthinjwa uya kuba ngowokuthinjwa, nabani na ofanelwe likrele uya kuba ngowekrele.+ Hezekile 12:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Yithi, ‘Ndingumhlola kuni.+ Kanye njengoko ndiye ndenza, yindlela ekuya kwenziwa ngayo kubo. Baya kuya ekuthinjweni, ekubanjweni.+
11 Uya kufika alibethe ilizwe laseYiputa.+ Nabani na ofanelwe sisibetho esibulalayo uya kuba ngowesibetho esibulalayo, nabani na ofanelwe kukuthinjwa uya kuba ngowokuthinjwa, nabani na ofanelwe likrele uya kuba ngowekrele.+
11 “Yithi, ‘Ndingumhlola kuni.+ Kanye njengoko ndiye ndenza, yindlela ekuya kwenziwa ngayo kubo. Baya kuya ekuthinjweni, ekubanjweni.+