IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 79:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 Silungcikivo kubamelwane bethu,+

      Into yokugxekwa nokugculelwa ngabo basijikelezileyo.+

  • Yeremiya 48:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 ‘Mnxiliseni+ madoda, kuba uzigwagwisile kuYehova;+ uMowabhi ukhahleleke emhlanzweni wakhe,+ yaye uye waba sisigculelo, yena kanye.

  • Hezekile 25:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Uze uthi ngokuphathelele oonyana baka-Amoni, ‘Liveni ilizwi leNkosi enguMongami uYehova. Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Ngenxa yokuba uthe Heke! kwingcwele yam, ngenxa yokuba ihlanjelwe, nakumhlaba wakwaSirayeli, ngenxa yokuba wenziwe inkangala, nakwindlu yakwaYuda, ngenxa yokuba ithinjiwe,+

  • Zefaniya 2:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “Ndikuvile ukungcikiva kukaMowabhi+ namazwi atshabhisayo oonyana baka-Amoni,+ abangcikive ngawo abantu bam baza bamana bezigwagwisa nxamnye nommandla wabo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share