IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 17:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ogculela osweleyo ungcikiva uMenzi wakhe.+ Ovuyela intlekele eyehlela omnye akayi kukhululeka esohlwayweni.+

  • IMizekeliso 24:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Xa utshaba lwakho lusiwa, musa ukuba nemihlali; yaye xa lukhutyekiswa, ngamana ingangavuyi intliziyo yakho,+

  • Hezekile 26:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “Nyana womntu, ngenxa yokuba iTire+ ithe ngeYerusalem,+ ‘Heke! Zaphukile,+ iingcango zezizwana!+ Ngokuqinisekileyo utyekelo luya kuba ngakum. Ndiya kuzaliswa—yona iphanzisiwe,’+

  • Hezekile 35:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “Nyana womntu, bhekisa ubuso bakho+ kummandla weentaba wakwaSehire,+ uprofete ngawo.+

  • Hezekile 35:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Uya kwazi ukuba mna, Yehova, ndizivile zonke izinto zokungabi nantlonelo oye wazitsho ngokuphathelele iintaba zakwaSirayeli,+ usithi: “Ziphanzile. Zinikelwe kuthi ukuba zibe kukudla.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share