Yeremiya 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 USirayeli wayengcwele kuYehova,+ imveliso Yakhe yokuqala.”’+ ‘Nabaphi na abantu abamqwengayo babeya kuba netyala.+ Babeya kufikelwa yintlekele,’ utsho uYehova.”+ Zekariya 1:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngokucaphuka okukhulu ndiyazicaphukela iintlanga ezihleli ngokukhululeka;+ ngenxa yokuba mna ndacaphuka kancinane,+ kodwa zona zancedisa kwintlekele leyo.”’+ Zekariya 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kuba utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Emva kozuko+ olo undithumele ezintlangeni ezaziniphanga;+ kuba ochukumisa nina+ uchukumisa ukhozo lweliso lam.+
3 USirayeli wayengcwele kuYehova,+ imveliso Yakhe yokuqala.”’+ ‘Nabaphi na abantu abamqwengayo babeya kuba netyala.+ Babeya kufikelwa yintlekele,’ utsho uYehova.”+
15 Ngokucaphuka okukhulu ndiyazicaphukela iintlanga ezihleli ngokukhululeka;+ ngenxa yokuba mna ndacaphuka kancinane,+ kodwa zona zancedisa kwintlekele leyo.”’+
8 Kuba utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Emva kozuko+ olo undithumele ezintlangeni ezaziniphanga;+ kuba ochukumisa nina+ uchukumisa ukhozo lweliso lam.+