Isaya 41:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Khangela! Bonke abo bavuthayo ngumsindo nxamnye nawe baya kuba neentloni baze bathotywe.+ Amadoda axabene nawe aya kuba njengento engento, atshabalale.+ Zekariya 1:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngokucaphuka okukhulu ndiyazicaphukela iintlanga ezihleli ngokukhululeka;+ ngenxa yokuba mna ndacaphuka kancinane,+ kodwa zona zancedisa kwintlekele leyo.”’+
11 “Khangela! Bonke abo bavuthayo ngumsindo nxamnye nawe baya kuba neentloni baze bathotywe.+ Amadoda axabene nawe aya kuba njengento engento, atshabalale.+
15 Ngokucaphuka okukhulu ndiyazicaphukela iintlanga ezihleli ngokukhululeka;+ ngenxa yokuba mna ndacaphuka kancinane,+ kodwa zona zancedisa kwintlekele leyo.”’+