Yeremiya 6:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngoko ke utsho uYehova ukuthi: “Yabona, ndisibekela isikhubekiso+ esi sizwana, yaye ngokuqinisekileyo siya kukhubeka kuso, ooyise noonyana xa bebonke; ummelwane neqabane lakhe—baya kutshabalala.”+ Hezekile 5:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “‘“Ngoko ke oobawo baya kudla oonyana phakathi kwakho,+ noonyana baya kudla ooyise, yaye ndiza kuziphumeza kuwe izenzo zokugweba ndize ndichithachithe konke okuseleyo kwakho emimoyeni yonke.”’+ Mateyu 10:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngokubhekele phaya, umzalwana+ uya kunikela umzalwana ekufeni, noyise umntwana wakhe, nabantwana baya kuvukela abazali kwaye baya kubabulalisa.+
21 Ngoko ke utsho uYehova ukuthi: “Yabona, ndisibekela isikhubekiso+ esi sizwana, yaye ngokuqinisekileyo siya kukhubeka kuso, ooyise noonyana xa bebonke; ummelwane neqabane lakhe—baya kutshabalala.”+
10 “‘“Ngoko ke oobawo baya kudla oonyana phakathi kwakho,+ noonyana baya kudla ooyise, yaye ndiza kuziphumeza kuwe izenzo zokugweba ndize ndichithachithe konke okuseleyo kwakho emimoyeni yonke.”’+
21 Ngokubhekele phaya, umzalwana+ uya kunikela umzalwana ekufeni, noyise umntwana wakhe, nabantwana baya kuvukela abazali kwaye baya kubabulalisa.+