Yeremiya 26:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kuphela nje nifanele nazi ngandlela zonke ukuba, ukuba niyandibulala, nibeka igazi elimsulwa phezu kwenu naphezu kwesi sixeko naphezu kwabemi baso,+ kuba ngokwenyaniso uYehova undithumile ukuba ndithethe ezindlebeni zenu onke la mazwi.”+
15 Kuphela nje nifanele nazi ngandlela zonke ukuba, ukuba niyandibulala, nibeka igazi elimsulwa phezu kwenu naphezu kwesi sixeko naphezu kwabemi baso,+ kuba ngokwenyaniso uYehova undithumile ukuba ndithethe ezindlebeni zenu onke la mazwi.”+