Duteronomi 32:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Ababesidla amanqatha emibingelelo yabo,+Ababesela iwayini yeminikelo yabo ethululwayo?+Mabasuke banincede.+Mababe yindawo yenu yokuzifihla.+ Isaya 28:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngenxa yokuba nina nithe: “Senze umnqophiso nokuFa;+ senze umbono+ neShiyol; umkhukula ophuphumayo, ukuba kunokwenzeka udlule, awuyi kufika kuthi, kuba senze ubuxoki baba yindawo yethu+ yokusabela yaye sizifihle ngokuxoka”;+ Yeremiya 10:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Wonke umntu uziphethe ngokungenangqiqo engenakwazi.+ Wonke umnyibilikisi ngokuqinisekileyo uya kuziva eneentloni ngenxa yemifanekiso eqingqiweyo;+ kuba imifanekiso yakhe etyhidiweyo ibubuxoki,+ yaye akukho moya kuyo.+ Habhakuki 2:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ube yingenelo ngantoni na umfanekiso okroliweyo,+ xa ingumyili wawo owuqingqileyo, umfanekiso otyhidiweyo, nomyaleli wobuxoki?+ xa umyili wawo ekholose ngawo,+ ukusa kumkhamo wokwenza oothixo abangenaxabiso abangathethiyo?+
38 Ababesidla amanqatha emibingelelo yabo,+Ababesela iwayini yeminikelo yabo ethululwayo?+Mabasuke banincede.+Mababe yindawo yenu yokuzifihla.+
15 Ngenxa yokuba nina nithe: “Senze umnqophiso nokuFa;+ senze umbono+ neShiyol; umkhukula ophuphumayo, ukuba kunokwenzeka udlule, awuyi kufika kuthi, kuba senze ubuxoki baba yindawo yethu+ yokusabela yaye sizifihle ngokuxoka”;+
14 Wonke umntu uziphethe ngokungenangqiqo engenakwazi.+ Wonke umnyibilikisi ngokuqinisekileyo uya kuziva eneentloni ngenxa yemifanekiso eqingqiweyo;+ kuba imifanekiso yakhe etyhidiweyo ibubuxoki,+ yaye akukho moya kuyo.+
18 Ube yingenelo ngantoni na umfanekiso okroliweyo,+ xa ingumyili wawo owuqingqileyo, umfanekiso otyhidiweyo, nomyaleli wobuxoki?+ xa umyili wawo ekholose ngawo,+ ukusa kumkhamo wokwenza oothixo abangenaxabiso abangathethiyo?+