INdumiso 40:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Mababe neentloni badane kunye bonke+Abo bafuna umphefumlo wam ukuze bawutshayele.+Mababuye umva bathotywe abo bayoliswa yintlekele yam.+ INdumiso 109:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Abo bandichasayo mabambeswe ngokuthotywa,+Kwaye mabazisongele ngehlazo labo kanye njengokungathi kungesambatho esingenamikhono.+ Isaya 45:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngokuqinisekileyo baya kuba neentloni bade bathotywe,+ bebonke. Kuya kufuneka bahambe bethotyiwe xa bebonke abenzi bezithixo.
14 Mababe neentloni badane kunye bonke+Abo bafuna umphefumlo wam ukuze bawutshayele.+Mababuye umva bathotywe abo bayoliswa yintlekele yam.+
29 Abo bandichasayo mabambeswe ngokuthotywa,+Kwaye mabazisongele ngehlazo labo kanye njengokungathi kungesambatho esingenamikhono.+
16 Ngokuqinisekileyo baya kuba neentloni bade bathotywe,+ bebonke. Kuya kufuneka bahambe bethotyiwe xa bebonke abenzi bezithixo.