INdumiso 97:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Mababe neentloni bonke abo bakhonza nawuphi na umfanekiso oqingqiweyo,+Abo baqhayisa ngoothixo abangenaxabiso.+Qubudani kuye, nonke nina bothixo.+ Isaya 44:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Abayili bemifanekiso eqingqiweyo bonke abayonto yokwenene,+ nezinto zabo ezithandekayo aziyi kuba yingenelo;+ njengamangqina abo aziboni nto yaye azazi nto,+ ukuze zibe neentloni.+
7 Mababe neentloni bonke abo bakhonza nawuphi na umfanekiso oqingqiweyo,+Abo baqhayisa ngoothixo abangenaxabiso.+Qubudani kuye, nonke nina bothixo.+
9 Abayili bemifanekiso eqingqiweyo bonke abayonto yokwenene,+ nezinto zabo ezithandekayo aziyi kuba yingenelo;+ njengamangqina abo aziboni nto yaye azazi nto,+ ukuze zibe neentloni.+