2 Samuweli 19:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ukumkani wagqubuthela ubuso bakhe, waqhubeka ukumkani edanduluka ngelizwi elikhulu: “Nyana wam Abhisalom! Abhisalom nyana wam, nyana wam!”+
4 Ukumkani wagqubuthela ubuso bakhe, waqhubeka ukumkani edanduluka ngelizwi elikhulu: “Nyana wam Abhisalom! Abhisalom nyana wam, nyana wam!”+