Hezekile 7:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngaphandle likrele,+ ngaphakathi yindyikitya yokufa nendlala.+ Nabani na osendle, uya kufa ngekrele, yaye nabaphi na abasesixekweni, baya kuqwengwa yindlala nendyikitya yokufa.+
15 Ngaphandle likrele,+ ngaphakathi yindyikitya yokufa nendlala.+ Nabani na osendle, uya kufa ngekrele, yaye nabaphi na abasesixekweni, baya kuqwengwa yindlala nendyikitya yokufa.+