Duteronomi 32:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ngaphandle baya kuhluthwa ngekrele,+Ngaphakathi ibe kukothuka,+Kokubini emfaneni nasentombini enyulu,+Kowanyayo nakonezimvi.+ Yeremiya 21:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Lowo uhlala azole kwesi sixeko uya kufa likrele nayindlala nayindyikitya yokufa;+ kodwa lowo uphumayo nothi okunene awele kumaKhaledi aningqingileyo uya kuhlala ephila, kwaye umphefumlo wakhe ngokuqinisekileyo uya kuba lixhoba lakhe.”’+ Yeremiya 27:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kutheni na ufanele ufe nje wena nabantu bakho ngekrele,+ ngendlala+ nangendyikitya yokufa+ ngokoko uYehova akuthethileyo eluhlangeni olungamkhonziyo ukumkani waseBhabhiloni? IZililo 1:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Khawubone, Yehova, kuba ndisezingxakini ezinkulu. Amathumbu am ayabila.+Intliziyo yam ibhukuqiwe ngaphakathi kum,+ kuba bendinemvukelo ngokupheleleyo.+Ngaphandle ikrele lindihluthe abantwana.+ Ngaphakathi endlwini kunjengokufa.+
25 Ngaphandle baya kuhluthwa ngekrele,+Ngaphakathi ibe kukothuka,+Kokubini emfaneni nasentombini enyulu,+Kowanyayo nakonezimvi.+
9 Lowo uhlala azole kwesi sixeko uya kufa likrele nayindlala nayindyikitya yokufa;+ kodwa lowo uphumayo nothi okunene awele kumaKhaledi aningqingileyo uya kuhlala ephila, kwaye umphefumlo wakhe ngokuqinisekileyo uya kuba lixhoba lakhe.”’+
13 Kutheni na ufanele ufe nje wena nabantu bakho ngekrele,+ ngendlala+ nangendyikitya yokufa+ ngokoko uYehova akuthethileyo eluhlangeni olungamkhonziyo ukumkani waseBhabhiloni?
20 Khawubone, Yehova, kuba ndisezingxakini ezinkulu. Amathumbu am ayabila.+Intliziyo yam ibhukuqiwe ngaphakathi kum,+ kuba bendinemvukelo ngokupheleleyo.+Ngaphandle ikrele lindihluthe abantwana.+ Ngaphakathi endlwini kunjengokufa.+