INdumiso 69:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ungcikivo luyaphule intliziyo yam, yaye inxeba alinyangeki.+Ndiqhubeke ndinethemba lokuba kukho uthile oya kubonisa uvelwano, kodwa bekungekho namnye;+Nokuba kuya kubakho abathuthuzeli, kodwa andafumana namnye.+ Isaya 51:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Uya kwehlelwa zizinto ezimbini.+ Ngubani na oya kuvelana nawe?+ Ukuphangwa nokuwa, nokulamba nekrele!+ Ngubani na oya kukuthuthuzela?+ IZililo 1:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Akunto na oku kuni nonke nina nidlula ngendlela? Khangelani nize nibone.+Ikho na intlungu enjengentlungu eye yenziwa yaqatha kum,+Athe uYehova wandibangela intlungu ngayo ngemini yokuvutha komsindo wakhe?+
20 Ungcikivo luyaphule intliziyo yam, yaye inxeba alinyangeki.+Ndiqhubeke ndinethemba lokuba kukho uthile oya kubonisa uvelwano, kodwa bekungekho namnye;+Nokuba kuya kubakho abathuthuzeli, kodwa andafumana namnye.+
19 Uya kwehlelwa zizinto ezimbini.+ Ngubani na oya kuvelana nawe?+ Ukuphangwa nokuwa, nokulamba nekrele!+ Ngubani na oya kukuthuthuzela?+
12 Akunto na oku kuni nonke nina nidlula ngendlela? Khangelani nize nibone.+Ikho na intlungu enjengentlungu eye yenziwa yaqatha kum,+Athe uYehova wandibangela intlungu ngayo ngemini yokuvutha komsindo wakhe?+