Hezekile 25:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 ngoko ke ndim lo; ndisolulele kuwe isandla sam,+ yaye ndiza kukunikela ezintlangeni njengento yokuphangwa; ndikunqumle kwizizwana ndize ndikutshabalalise emazweni.+ Ndiya kukubhubhisa,+ wazi ukuba ndinguYehova.’ Zefaniya 1:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Yaye ndiza kolulela isandla sam kuYuda nakubo bonke abemi baseYerusalem,+ kwaye ndiza kunqumla kule ndawo abaseleyo bakaBhahali,+ igama lababingeleli boothixo basemzini kunye nababingeleli abo,+
7 ngoko ke ndim lo; ndisolulele kuwe isandla sam,+ yaye ndiza kukunikela ezintlangeni njengento yokuphangwa; ndikunqumle kwizizwana ndize ndikutshabalalise emazweni.+ Ndiya kukubhubhisa,+ wazi ukuba ndinguYehova.’
4 “Yaye ndiza kolulela isandla sam kuYuda nakubo bonke abemi baseYerusalem,+ kwaye ndiza kunqumla kule ndawo abaseleyo bakaBhahali,+ igama lababingeleli boothixo basemzini kunye nababingeleli abo,+