Numeri 25:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko uSirayeli wazibandakanya noBhahali wasePehore;+ waza wavutha umsindo kaYehova kuSirayeli.+ ABagwebi 2:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngaloo ndlela bamshiya uYehova baza bakhonza uBhahali nemifanekiso ka-Ashtoreti.+ 2 Kronike 28:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kodwa wahamba ngeendlela zookumkani bakwaSirayeli,+ wabenzela ooBhahali+ imifanekiso etyhidiweyo.+ Yeremiya 11:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “UYehova wemikhosi, umTyali wakho,+ uvakalise intlekele nxamnye nawe ngenxa yobubi bendlu kaSirayeli+ nendlu kaYuda ezibenzileyo zona ukuze zindicaphukise ngokuqhumisela uBhahali imibingelelo.”+
17 “UYehova wemikhosi, umTyali wakho,+ uvakalise intlekele nxamnye nawe ngenxa yobubi bendlu kaSirayeli+ nendlu kaYuda ezibenzileyo zona ukuze zindicaphukise ngokuqhumisela uBhahali imibingelelo.”+